
Isiqendu 57 | Lungiselela umhlala-phantsi, akukho nzima
Loading player...
Kwincoko yethu namhlanje sikuphathele indlela uTenX Investments akwenzela lula ngayo ukuba ukwazi ukuzilungiselela umhlala-phantsi. Akunyanzelekanga ukuba ube kanti unomsebenzi wesigxina. Uyakwazi ukusebenzisa iwebsite yabo ukuzibekela ngokwakho imali